ISIXHOSA
NCEDA UFAKELE IRISITHI YAKHO/UBUNGQINA BENTENGO APHA.
KWIMEKO YEBANGO NGAPHANTSI KWESI SIQINISEKISO, ESIKHANKANYWE
NGAPHAMBILI IRISITHI/UBUNGQINA BENTENGO OBUKHANKANYWE NGAPHAMBILI
Inombolo yemodeli
Igama lemveliso
Umhla wentengo
Indawo yentengo
Umntu uthengisa imveliso ("umthengisi") kumthengi wokuqala wale mveliso
1.
("umthengi") apha uqinisekisa ukuba le mveliso iya kuba yeyomgangatho ophezulu
kwaye, ikwimeko entle yokusebenza, ayinaziphene kwaye iyifanele injongo
eyenzelwe yona ngaphantsi kokusetyenziswa emzini oqhelekileyo, kangangesithuba
sexesha lonyaka om-1 (omnye) ukusukela kumhla wentengiso ("isigaba sexesha
lesiqinisekiso") yale mveliso.
Kwimeko yokuba isigaba sexesha lesiqinisekiso singekaphelelwa lixesha kwaye
2.
nemveliso ingasekho semgangathweni omhle, okanye kwimeko entle yokusebenza
okanye ineziphene okanye ingasayilungelanga injongo eyenzelwe yona ngaphantsi
kokusetyenziswa emzini oqhelekileyo, umthengi unako, ngokuphantsi komhlathi 3
ngezantsi, ukuyibuyisela kumthengisi imveliso kwaye kuyafumaneka oku kulandelayo
kukhetho lwakhe:
2.1 Zingaphelanga
unokufumana
uyitshintshise imveliso ngenye efana nayo yexabiso elifanayo ngentengo;
2.2 Zingaphelanga iinyanga zokuqala ezi-6 (ezintandathu) zesiqinisekiso:
unokuyitshintshisa imveliso ngenye efana nayo yexabiso elifanayo ngentengo.
Umthengisi akayi kuyitshintshisa imveliso okanye amnikeze imbuyekezo umthengi
3.
ngokwemiqathango yesi siqinisekiso ukuba imveliso:
3.1 itshintshwe ngokuchaseneyo nemiyalelo enikezwe kwimanyuwali yemveliso;
3.2 isetyenziswe kakubi, ihlukunyeziwe okanye ibhucabhuciwe;
3.3 inesiphene
okanye
okuqhelekileyo;
3.4 yonakele ngenxa yokungahoyi, ukungakhathali okukhulu komthengi, indlela
yokuziphatha ngolunya okanye indlela yokuziphatha yolwaphulo-mthetho;
3.5 isetyenziselwe iinjongo zoqoqosho okanye zorhwebo.
4.
Esi siqinisekiso sisebenza kuphela kwimveliso ethengwe kumthengisi okhethekileyo
hayi nakweziphi na iinkcitho ezinamathiselweyo okanye ezifakelwe kwimveliso
ngumthengi.
5. Naliphi na ibango kwimiqathango yesi siqinisekiso kufuneka sixhaswe bubungqina
bokuqala nentengo.
6. Qaphela ukuba into etshintshisiweyo iya kuthwala intsalela yesigaba sexesha
lesiq inisekiso njengaleyo yomhla wokuqala wentengo.
ISIQINISEKISO
MABUVELISWE KUNYE NESI SIQINISEKISO
iinyanga
zokuqala
imbuyekezo
yexabiso
ayikho
kwimeko
(Inombolo yelothi:
ezi-6
(ezintandathu)
lokwenene
elihlawulweyo
yokusebenza
ngenxa
24
)
zesiqinisekiso:
okanye
yokudleka