Essentials OT3-2429 Mode D'emploi page 23

Table des Matières

Publicité

Les langues disponibles

Les langues disponibles

ISIXHOSA
IMIYALELO YOKUSEBENZISA
Phambi kokuyisebenzisa:
1. Qiniseka ukuba umgama ophakathi kweoveni eyi-mini (emva nasemacaleni) kunye
nodonga okanye lweoveni eyi-mini kunye nenye ioveni lizii-15~25 cm ubuncinane,
kwaye uyibeke kwindawo eyomileyo.
2. Phambi kokusebenzisa ioveni okokuqala, yijike iye kweyona setingi iphezulu kwaye
uyifudumeze ioveni engenanto kangangemizuzu emi-3. Oku kunokudala ukuqhuma
kodwa kuqhelekile njengoko umsi (ivumba) uya kusuka emva kwemizuzu embalwa
UKUSETYENZISWA KWE-HOTPLATE
Ulawulo lweqondo lobushuswhu eliphakathi
Ulawulo lweqondo lobushushu elisezantsi
1.
Lijike iqhosha lolawulo elinqwenelwayo ukukhetha isetingi yeqondo lobushushu;
amaqhosha aphawulwe MIN-MAX into ethetha ukuba iqondo lobushushu lihamba
ukusukela kuphantsi ukuya kuphezulu.
2.
Beka imbiza okanye ipani yakho eflethi kumphezulu we-hotplate oyikhethileyo
uqalise ukupheka.
QAPHELA: Isiseko sembiza okanye ipani yakho akumele sigqithe kuma-26 cm
kwiidayamitha.
3.
Musa ukulushiya ulawulo lweqondo lobushushu ukuba akukho mbiza okanye ipani
kwi-hotplate.
Oku kuya
i-hotplate.
4.
Ukujika iqhosha lolawulo liye kuphantsi okanye kuphezulu kuya kulungelelanisa
iqondo lobushushu be-hotplate ngokufanelekileyo.
5.
Kuyakwazeka ukusebenzisa zombini ii-hotplate kunye neoveni ngaxeshanye.
QAPHELA: Sicebisa ukuba usebenzise i-hotplate e-1 kuphela ngexesha ukuthintela
ukuqhekeka kwesekethi yendlu yakho ngenxa yokusindeka. Emva koko isebenzise
iqhosha lokulawula lobushushu siye ku "MIN 'ekwisikhundla kwaye yisuse iplagi esixhobo.
UKUSETYENZISWA KWEOVENI
Isifudumezi esiphezulu: 750W
Isifudumezi esisezantsi: 750W
1.
Igrili, kunye nemisebenzi yokubhaka zilawulwa liqhosha eliphezulu (iqondo
lobushushu lalo lisukela ku- 50-250
2.
Jika iswitshi enqwenelekayo iye ku-ON (iswitshi yokugrila okanye iswitshi yokubhaka)
okanye zilayite zombini iiswitshi. Iqondo lobushushu kwioveni liya kwenza isangqa
yakuba ilayitiwe.
QAPHELA: Ukuba iqhosha lolawulo lalathe ku 0 (OFF), libonisa ukuba iswitshi yokugrila
okanye yokubhaka icinyiwe. Qala ukhethe isetingi yeqondo lobushushu uze emva koko
ukhethe isimbo osinqwenelayo sokupheka ngeswitshi.
I-hotplate esekunene
I-hotplate esekhohlo
kubangela
ubushushu
0
C) kunye neswitshi yerokha esezantsi,
22
obugqithisileyo
buyonakalise
700 W
700 W

Publicité

Table des Matières
loading

Produits Connexes pour Essentials OT3-2429

Ce manuel est également adapté pour:

10427022

Table des Matières