ISIXHOSA
YAZI I-MINI OVEN YAKHO
1. i-hotplate yasekhohlo
2. i-hotplate yasekunene
3. Iqhosha lolawulo lweqondo lobushushu beoveni
4. Isibane sephayiloti se-hotplate yasekunene
5. Iqhosha lolawulo le-hotplate yasekunene
6. Isibane sephayiloti se-hotplate yasekohlo
7. Iqhosha lolawulo le-hotplate yasekhohlo
8. Iswitshi yokubhaka/yokugrila yeoveni
9. iglasi yesitovu
10. Intambo yombane
11. Umqheba wocango
12. I-elemente yokufudumeza
13. Umqheba wethreyi
14. Ithreyi
15. Igrili
INKCUKACHA
Ivolteji
: AC 220-240V/50Hz
Iwattage
: 2900 W
iplagi yomhlaba eyi-3-pin, (ukunciphisa ukukhatywa
Ikhodi
:
ngumbane)
Ithemostati
:
Ibhrendi yase-China
UKUSEBENZISA I-MINI OVEN YAKHO
Kufuneka uyifunde yonke imiyalelo ngenyameko phambi kokuba
usisebenzise esi sixhobo.
1. Shenxisa yonke imathiriyeli yokuphakheja kwaye ukhangele ukuba i-mini oven
ikwimeko elungileyo na. Makungabikho kuchachamba kwiyunithi nomonakalo
kwintambo/plagi. Musa ukulahla nayiphi ekupakishweni de zonke izinto ziye
zafunyanwa.
2. Kufuneka uqinisekise ukuba ivoltheji eboniswe i-mini oven iyahambelana nevoltheji
yombane osekhayeni lakho.
3. Susa nayiphi iileyibhile yokuncamathisela okanye istikha phambi kokusetyenziswa.
4. Kumele uwosule ngenkathalo umphezulu womphandle kunye ne-elementi ejikelezayo
ngelaphu elifudumeleyo elifumileyo ukushenxisa naluphi na uthuli olunokuba luthe nca.
Yosula yome ngetawuli ecocekileyo.
21