Essentials OT3-2429 Mode D'emploi page 21

Table des Matières

Publicité

Les langues disponibles

Les langues disponibles

ISIXHOSA
Musa ukuvumela intambo isondele kumphandle oshushu kwaye musa ukuyibeka kwi
okanye kusondelo kwirhasi eshushu okanye isitovu sombane okanye isitovu
esishushu.
Usetyenziso lwesongezelelo sentambo kwesi sixhobo asisetyenziswanga. Ngoko ke
ukuba kubalukile usebenzise intambo eyongeziweyo, ukuqinisekisa ukuba intambo
ifanele usetyenziso lombane ukuphepha ukuba shushu ngokugqitisekileyo yentambo
yombane, isixhobo okanye indawo yokuplaga. Musa ukubeka intambo eyongeziweyo
kwindawo apha ingatsalwa ngabantwana okanye izilwanyana okanye zikhubeke
kuyo.
Esi sixhobo asikulungelanga ukusetyenziswa ngaphandle. Musa ukusisebenzisela
nayiphi na enye into kunento esenzelwe yona esi sixhobo.
Musa ukuphatha esi sixhobo ngentambo yombane.
Musa ukubamba imiphezulu eshushu ngokuthe ngqo. Sebenzisa imiqheba okanye
amaqhosha.
Musa ukushiya esi sixhobo singajongwangwa ngexesha lokusetyenziswa. Susa
iyunithi kwiplagi xa ingasetyenziswa. Yivumele iphole phambi ukwambatha okanye
ikhulula iindawo, naphambi ukucoca isixhobo.
Soloko usebenzisa isixhobo kumphezulu othambileyo, olinganayo nozinzileyo. Musa
ukubeka iyunithi kumphezulu oshushu.
Umenzi akalwamkeli uxanduva lwawo nawuphi na umonakalo okanye ukwenzakala
okubangelwa kukusetyenziswa ngokungafanelekanga okanye ngokungalunganga
kwesixhobo, okanye ulungiso kwenziwa ngumsebenzi ongagunyaziswanga.
Kwimeko iingxaki zobuchwepheshe, cima isixhobo kwaye
ukusilungisa ngokwakho. Buyisela isixhobo kwisibonelelo senkonzo egunyazisiweyo
ukuze
zivavanywe,
ekusetyenzisweni kwamalungu amatsha. Ukungaphumeleli ukuthobela izilumkiso
ngentla nemiyalelo kwaye kungachaphazela ukusebenza okukhuselekileyo kwesi
sixhobo.
silungelelaniswe
okanye
20
musa ukuzama
silungiswe.
Soloko
ugxininisa

Publicité

Table des Matières
loading

Produits Connexes pour Essentials OT3-2429

Ce manuel est également adapté pour:

10427022

Table des Matières