ISIXHOSA
INTSHAYELELO
Enkosi ngokuthenga i-mini oven yethu i-essentials. Iyunithi nganye yenzelwe
ukuqinisekisa ukhuseleko, ukuthembeka nokusebenziseka lula. Phambi kokuyisebenzisa,
nceda uyifunde ngenyameko le miyalelo kwaye uyilondolozele ukureferensa kwixesha
elizayo.
ISILUMKISO ESIBALULEKILEYO
Xa usebenzisa i-mini oven yakho i-essentials amanyathelo okhuseleko asisiseko kumele
alandelwe, ukuquka oku kulandelayo:
Esi sixhobo ayenzelwanga ukusetyenziswa ngabantu (ukuquka abantwana)
abanobuchule obuncinci ngokwenyama, ngengqiqo okanye ngengqondo, okanye
ukuswela
amava
banikezwe
umyalelo
onoxanduva ngokhuseleko lwabo.
Abantwana kumele bakhokelwe ukuqinisekisa ukuba abadlali ngesixhobo.
Qinisekisa ukuba ivoltheji esetyenzisiweyo iyahambelana nevoltheji eyalathwe
kwikhaya lakho.
Khangela ukuba intambo yombane kunye neplagi rhoqo ukuba akho monakalo.
Ukuba intambo okanye iplagi yonakele, kumele kubekwe entsha ngumenzi
okanye umntu oneempepha ukuze kuphetswe ingozi yombane.
Esi sixhobo senzelwe ukusetyenziswa kwikhaya kuphela. Ukusetyenziselwa
ezorhwebo okanye ezoqoqosho kuya kusenza singasebenzi isiqinisekiso kwaye
umboneleli akayi kuba nabutyala ngomonzakalo okanye umonakalo obangelwe
kukusetyenziswa kwesixhobo ngayo nayiphi na injongo ngaphandle koko
senzelwe kona.
Usetyenziso
kungonakalisa isixhobo senze ingozi kumsebenzisi.
Musa ukusebenzisa isixhobo ukuba siye sawiswa okanye simoshakele nangayo
nayiphi na indlela. Kwimeko yomonakalo, thabatha iyunithi ukuze iyokuvavanywa
kunye / okanye iyokulungiswa yiarhente yenkonzo egunyazisiweyo.
Ukunciphisa ubungozi yokukhatywa ngumbane, musa ukutshonisa okanye uveze
injini, iplagi okanye intambo yombane emanzini okanye naziphi ezinye
ezingamanzi.
Musa ukutshonisa esisixhobo emanzini okanye naziphi na ezinye izinto
ezingamanzi okwenzelwe ukucocisa.
Susa iplagi kwisokethi ngokubamba iplagi. Musa ukutsala intambo ukukhupha
isixhobo. Soloko uyikhupha iyunithi kwiplagi xa ingasetyenziswa okanye phambi
kokuyicoca okanye xa usongeza ushenxisa amalungu.
Usetyenziso
ezinganikezwanga
ukhatywa ngumbane.
Musa ukuyivumela intambo ijinge kwisiphelo setafile okanye sekhawuntala.
Qinisekisa ukuba intambo ayikho kwisikhundla apho ingatsalwa ngengozi.
nolwazi,
ngaphandleni
ophathelele
olungachanekanga
lwezifakelelo
ezongezelelweyo
ngumenzi
kungabangela
kokuba
bayakhokelwa
ekusetyenzisweni
kwesixhobo
nokusetyenziswa
ezingacetyiswanga
ukwenzakala,
19
okanye
ngumntu
okungafanelekanga
okanye
umlilo
okanye