Essentials OT3-2429 Mode D'emploi page 24

Table des Matières

Publicité

Les langues disponibles

Les langues disponibles

ISIXHOSA
AMACEBISO OKUPHEKA
1.
Phambi ukubeka ukutya kwioveni, fakela ioyile kwigrili.
2.
Beka ithreyi phantsi egrilini ukuphepha uchophela kweoyile ngaphakathi kweoveni.
3.
Ukuba ukutya kuphekwe kwanamafutha, umzekelo wenkukhu egcadiweyo, yogquma
ngeshithi enye yefoyile yealuminam uze ubeke enye ishithi ethreyini. Oku kuya
kuthintela ukuba iincindi zenyama zingayingcolisi ioveni.
Qaphela: Umphezulu ofikelelekayo unokuba shushu ngexesha lokusebenza.
IMISEBENZI YEENTLOBO (
I (50)
II (100)
III (150)
IV (200)
Amandongomane, Irayisi kwiBhokisi.
V (250)
1.
Yenze shushu kwangaphambili ioveni malunga nemizuzu emi-5-10 phambi
kokupheka nakuphi na ukutya.
2.
Ungasilungelelanisa isikhundla sethreyi ngokwesayizi yenxenye kunye nexesha
lokubhaka.
3.
Uyakwazi ukujonga ukutya ngokusebenzisa Ifestile yeglasi ngexesha lokubhaka.
Ngokuseta kwangaphambili nceda ubhekiselele kule theyibhile elandelayo:
UKUTYA
Iikeyiki, izonka ezifutshane
Isonka, ipanekuku
Indongomane
Isiteki, ii-sparerib, iikeyiki
Iikeyiki, ii-tarts
Inkukhu, idada, irhanisi
UKUYIKHATHALELA NOKUYICOCA
1.
Emva kokusebenzisa buyisela onke amaqhosha aye kwisikhundla "0" okanye "MIN"
futhi ukhuphe iplagi kwisokethi yombane. Qiniseka ukuba isixhobo sipholile sabuyela
kwiqondo lobushushu lasendlwini, uze wosule umphezulu nomphakathi ngelaphu
elifumileyo okanye isiponji.
iiarhente zokucoca ezikhuhlayo okanye ezirhabaxa kwi-mini oven yakho njengoko
oku kuya kuyonakalisa iyunithi yakho.
2.
MUSA UKUSINKXUZA ESI SIXHOBO EMANZINI OKANYE NANTONI NA
ENGAMANZI.
3.
Soloko uzicoca iindawo zeoveni ezinemibala nezinenameli emva kokuyisebenzisa.
Lugcine luvulekile ucango lweoveni ukuze yome.
4.
Qinisekisa ukuba zonke iimathiriyeli ezineasidi (ilamuni neeoyile) zicocwa ngoko
nangoko emva kokusetyenziswa.
ithreyi negrili zingacocwa ngezicoci namanzi. Kukhethwa ukuba usebenzise imigubo
5.
yokucoca ngokomisayo ukucoca iindonga zangaphakathi nezaphandle zesixhobo.
0
C)
ZAMAQONDO OBUSHUSHU
Ukunyibilikisa. Ukwenza shushu. Ukulondoloza. Bilisa
Isonka esifutshane. Iikhukisi. Ii-Tarts
Amadombolo aqoboqobo. Iikeyiki
Isonka.
Amadombolo
Inkukhu. Irhanisi. Idada. Inyama. Intlanzi
IXESHA LOKUBHAKA(IMIZUZU)
Ungaze uzisebenzise iiphedi ze-steel wool okanye
23
agcadiweyo.
Iipanekuku.
10-12
12-15
15-20
20-25
25-30
30-35'

Publicité

Table des Matières
loading

Produits Connexes pour Essentials OT3-2429

Ce manuel est également adapté pour:

10427022

Table des Matières