All manuals and user guides at all-guides.com
ISIXHOSA
UKULUNGISA IZIPHENE
1. Iketile iyazicima phambi kokuba ibile.
- Ngokuthe gabalala kubangelwe kukwakheka kwesikali ngaphakathi kwaye
kungasonjulelwa ngokushenxiswa kwekhemikali.
- Okunye, iketile inokuba isetyenziswe ngengozi ngaphandle kwamanzi okanye
amanzi angonelanga, kwabangela ukuba isixhobo sokusebenza sivalekelwe
lukhuseleko. Yisete ngokutsha njengoko kucacisiwe ngezantsi.
2. Ukuseta ngokutsha isivali ngci sokukhusela samanzi esomileyo.
- Linda imizuzu emi-5 iketile iphole, uze uyizalise ngamanzi kwakhona. Cofa
iswitshi ka-ON/OFF. Emva koko iketile iya kuziseta ngokutsha ngokuzenzekelayo
malunga nemizuzu engama-25, ize iqalise ukubilisa.
3. Iketile ayisebenzi.
- Khangela
ukuba
eseludongeni.
- Ukuba iketile inesivali ngci sokukhusela samanzi esomileyo siya kuba senziwe
sasebenza (bona kumhlathi ongaphezulu).
4. Amanzi anencasa engaqhelekanga.
- Ngokuthe gabalala oku kwenzeka kuphela emva kokuyisebenzisa okokuqala,
kwaye akuyongxaki ukuba aye achithwa amanzi abiliswe ekuyisebenziseni
okokuqala njengoko kucetyisiwe kwicandelo elithi Ukusebenzisa iketile yakho.
Ukuba iyazingisa ingxaki, zalisa iketile iye kwinqanaba lika-MAX, uze wongeze
iitispuni ezi-2 ze-sodium bicarbonate. Bilisa futhi uwachithe amanzi.
5. Iketile yakha isikali ngaphakathi kwaye/okanye amanzi ajika abe nkungu.
- Ukuba uhlala kwindawo yamanzi anzima oku kuqhelekile, kwaye kubangelwa
yi-calcium ne-magnesium carbonates esemanzini, ngoko ke kuya kubaluleka
ukuyishenxisa rhoqo ikhemikali.
ngohlobo lwamanzi akwindawo yakho, inkampani yamanzi ekwindawo ohlala
kuyo ingakunika icebiso ngale nto.
ingaba
isiboneleli
sombane
Ukuba unqwenela ukufumana okuninzi
silayitiwe
na
kwisokethi