All manuals and user guides at all-guides.com
ISIXHOSA
•
Ukunciphisa
umngcipheko
kwentambo eyandisiwe okanye iadaptha yeplagi.
•
LE KETILE YEYOKUBILISA AMANZI KUPHELA.
•
Le ketile mayisetyenziswe kuphela ngesitendi I isiseko esinikeziweyo.
•
Musa ukusisebenzisa isixhobo kumphezulu werhasi okanye wesipheki sombane
okanye kwioveni okanye ecaleni kwedangatye elivulekileyo.
YAZI IKETILE YAKHO
1. Isiciko esitshixayo
2. Isihluzi-manzi esisukayo
3. Umboko
4. Igeyiji yamanzi
5. Umqheba
6. Iswitshi enesalathisi
7. Isiseko sombane
INKCUKACHA
Umthamo
:
Iilitha eziyi-1.70
Ivolteji
:
AC 220-240 V/50 Hz
Iwattage
:
1850-2200W
Iplagi
:
iplagi
wokukhatywa ngumbane)
Ithemostati
: i-Strix brand
UKUSEBENZISA IKETILE YAKHO
Phambi kokuyisebenzisa okokuqala, nceda ulandele le miyalelo ilandelayo:
1. Shenxisa zonke izinto zokuphakheja kunye naziphi na iileyibheli.
2. Zalisa iketile iye kwinqanaba lika-"MAX". Bilisa. Wachithe amanzi. Yiphinde kabini le
nkqubo.
weengozi
zombane,
yasemhlabeni
eyi-3-pin.
akucetyiswa
ukusetyenziswa
(ukunciphisa
umngcipheko