ISIXHOSA
Ukusetyenziswa kwentambo eyongezelelweyo nesi sixhobo akucetyiswa.
kubalukile usebenzise intambo eyongeziweyo, ukuqinisekisa ukuba intambo ifanele usetyenziso
lombane ukuphepha ukuba shushu ngokugqitisekileyo yentambo yombane, isixhobo okanye indawo
yokuplaga. Musa ukubeka intambo eyongeziweyo kwindawo apha ingatsalwa ngabantwana okanye
izilwanyana okanye zikhubeke kuyo.
Esi sixhobo asifanelanga ukusetyenziswa ngaphandle. Musa ukusebenzisa esi sixhobo nangantoni
na ngaphandle usisebenzisa ngokwenjongo yaso.
Musa ukuphatha esi sixhobo ngentambo yombane.
Musa ukuyichukumisa imiphezulu eshushu ngokuthe ngqo. Sebenzisa imiqheba okanye amaqhosha
Musa ukusishiya singahoywanga esi sixhobo ngexesha lokusetyenziswa. Soloko uyikhupha eplagini
iyunithi xa ingasetyenziswa. Yivumele iphole phambi kokusicoca isixhobo.
Soloko usebenzisa isixhobo kumphezulu othambileyo, olinganayo nozinzileyo.
iyunithi kumphezulu oshushu.
Umenzi akalwamkeli uxanduva lwawo nawuphi na umonakalo okanye ukwenzakala okubangelwa
kukusetyenziswa ngokungafanelekanga okanye ngokungalunganga kwesixhobo, okanye ulungiso
kwenziwa ngumsebenzi ongagunyaziswanga.
Kwimeko zeengxaki zobuchwepheshe, cima isixhobo kwaye musa ukuzama ukusilungisa
ngokwakho.
Buyisela isixhobo kwisibonelelo senkonzo egunyazisiweyo ukuze zivavanywe,
silungelelaniswe okanye silungiswe. Soloko ugxininisa ekusetyenzisweni kwamalungu amatsha.
Ukungaphumeleli ukuthobela izilumkiso nemiyalelo ekhankanywe ngasentla kungachaphazela
ukusebenza okukhuselekileyo kwesi sixhobo.
All manuals and user guides at all-guides.com
2
Ngoko ke ukuba
Musa ukubeka